Beauty Nanny and domestic workers Agency

Beauty Nanny and domestic workers Agency We help those who want helpers and those who are seeking jobs

02/10/2024

Big shout out to my newest top fans! Vava Vatiswa

12/08/2024

Molweni bethuna, sele watholakala umntu wase-PE, enkosi kakhulu ngentsebenziswano, akukavulwa ke bethuna please, as ndanditshilo ndinceda omadam endibaziyo qha.

04/08/2024

Ayikavuli guys i Beauty qha ndiye ndincede aba bantu ndibaziyo xa befuna umntu

04/08/2024

Ndicela umntu ofuna umsebenzi, ingase angasuka ko- Port St John's, okanye Libode ngoba kufunwa umntu ozogoduka after kwi month end yesibini, abantwana babini 3 years 3 months, no 1 years 9 months, imali yi R2000 ujongana nabantwana qha ngokutsho komqashi, Port Elizabeth

10/05/2024

Good morning, I'm sorry to tell you that I will nor longer running the nanny agent, the Beauty nanny is closed, isizathu sokuvala sesi, kukhona omadam abathatha I advantage, umntu andi-whatsapp(e) efuna umntu, kanti intloso yakhe bububi, 1 in this country we have a human trafficking problem, I can't risk abantwana Bantu ngabantu abangathembekiyo, ndino madam abade babayi 5 befuna abantu, silungise nomntu lowo oya kusebenza apho, xa kufika usuku lokuba aye, apho umadam akafumaneki ndawo, her phone is closed, the number is not going through, why is that,? because ubengafuni mntu nyani ubefuna ukuyomthengisa, I have to repay imali yabantu which is not a problem k*m ngoba andililo isela lemali yabantu, my intention was to help, before I opened this group, ndenza yonke I research, ndijonga I agents eziqola abantu, I made a vow to myself and God ukuba I will do things right, ngoba I know kubuhlungu njani ukungaphangeli nokuthatha imali yokugqibela ufuna uncedo ungalutholi, now that kunabantu abangaqondakaliyo kule page, I'm sorry ndiyayivala kuba kaloku Sele kukhona ubungozi

09/04/2024

Good day
Should you be interested in the position of Domestic Helper for a household in Mount Edgecombe, please find infor for the interview

Please attend only if you have at 1 year Domestic cleaning experience

Please attend with a cv at

Unit 406 4th Floor
91 -123 Problem Mkhize road
Cowey Park Centre
Essenwood

Time 10:am
Contact Person
Nondumiso
Position Domestic Worker Mount Edgecombe
Date 9th April 2024
Tuesday

Directions from Durban Central

• Take a taxi into Durban Central

• On the corner of Field and West Street outside Markham’s there are taxi's

• Take the taxi going to Botanical Gardens

• When you are in the taxi tell them you are going to Cowey Park Center

• They will drop you outside

• Ask the security down stairs for direction (4th Floor Office No. 406)
Office Contact number
+27 61 826 4436

Durban

04/04/2024

Big shout-out to my newest top fans! Magasela Mbewane, Lungi Lungster

04/04/2024

I am looking for a helper who is willing to relocate to Jhb. She must be umXhosa and between 30-39yrs.

I am offering R2500. She will cook, clean and laundry (washing machine).

There are 4 people in the house me, husband and two children aged 13 and 4yrs.

Do you have anyone that is looking for a job. I would like her to come up to Joburg by Friday latest. I will pay for the bus ticket to get here. So I will need to do interviews between Today and Thursday.

Kindly send your CV,ID copy and photo on WhatsApp 079 0271 879.

It's a delay post Kula agent, don't waste time send CV to the number, not k*m bethuna niye nichithe ixesha ibe inumber ibekiwe phaya, CV yakhe iyafana neyalapha ! Jo'burg

02/04/2024

Morning ndicela u bhuti ucelwa e Monti e tarvan start R2000
WhatsApp 0833300634

01/04/2024

Ndicela 35 to 40 years e Monti
Ucelwa ngomso start R2300

WhatsApp 0833300634

WhatsApp the number

01/04/2024

Ndicela u cc ucelwa e Ntlaza start R2000
WhatsApp 0833300634
34 years ukonyuka

WhatsApp the number on the screen

28/03/2024

Molweni bethuna, as sibheka ezinkonzweni kusasa, mntase uze ungayeli amazwi asixhenxe kuphela yiba nonxulumano noThixo, khawuke uye phaya une prayer points zakho, umcele uThixo ake aqale ngeyakho intliziyo ayilungise, kaloku ezinye izinto awuzifumani ngenxa yokuba bitter, uhleli nje wena uyagxeka, uhleli nje wena awuboni nto entle komnye umntu, yonke into uyifunela kuwe, intliziyo yakho ide icinge inkohlakalo ngenxa yomona, mntase unomntana wakokwenu ongamthethisiyo and uyazazi ukuba Yi pride kuphela enibulalago, nje ngoba lawamazwi esixhenxe uzokwazi njani ukuyomamela wona uhlulwa luxolo, yiya phaya usazi uyothandazela ntoni, ujonge ukuba emva koko awuzuya na phambili ngobom, awuzuwufumana Na lomsebenzi owufunayo, akuzuvuleka Na, akazuqhaqheka Na amaqhina abotshelwe wena 👉👉 Happy Easter weekend ♥️❤️

Address

Kwa Langa
Cape Town

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Beauty Nanny and domestic workers Agency posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share