23/09/2026
Masibulele kakhulu ker bahlali ngentsebenziswano yenu ngokuvakala kuthiwa u Aviwe Mafilika u safe u kokwabo nangona abanye besithi uthi use Army base kodwa okubalulekileyo kokokuba yena usaphila kwaye akananto. SIYCELA TORHO XA UZAZI UNOHAMBO NOKUBA LUFUTSHANE sicela uyaleze torho noba kukumntu omnye okanye ababini ingakumbi xa ungumntu ongu sisi ingakumbi kwelixesha langoku kubi phandle ilizwe liyaphenduka.
(incukacha ezithe vetshe)