25/11/2021
Good morning π π βΊ π
Ningalubali kaloku ufaka umntu nje R45 emnye
Kanti ne family kule R45 iyangena but ibangu mama no tata nabantwana bako abay4 abaneminyaka ey21 ubheka ezantsi.
Yenza I full service R45 yakho
Waiting period 4montsh kupela.
Benefits yigusha inye
R3000 cash
Casket
Tent neztulo eziyi 100
100 programs
Mic n speaker..
Ningaposwa zithandwa ukhona mesuli wenyembez ngomhla wengxakπππ
R45 nje yakho yenza isingcwabo esipheleleyo..
Have a Fantastic Thursday π And God bless youπ