Plutos Products by Nizzy Samson

Plutos Products by Nizzy Samson I am selling Plutos Products. Specializing with Fertility, Libido, Weight gain/ loss, Skin care and many more❤️

Contact: 0833612242

Ingaba uphelelwe ngumdla wemkonzo yasekamereni?Ungavumi ukuphelelwe ngumendo wakho ngenxa yemizwa ekhatheleyo. Nantsi ij...
02/10/2026

Ingaba uphelelwe ngumdla wemkonzo yasekamereni?

Ungavumi ukuphelelwe ngumendo wakho ngenxa yemizwa ekhatheleyo. Nantsi ijuice ivuselela imizwa yakho ubengathi ungena estagin😊

Icleana nenkomo ingabinalo ivumba elibi nedischarge engaqhelekanga.

Ukuba uyayidinga ndibambe ku-0833612242

02/10/2026

sizoba babahle sonke

02/10/2026

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Mpumi Matita, Sinalo Dlikilili

Thank you🙏

02/10/2026

Yazi kunabantu abafunayo ukuqala ibusiness kodwa boyika indlela abantu abathetha ngayo ngebusinesses nendlela abanye abantu abaqhuba ngayo ibusinesses.

Endingakutsho nje mna kwaba bafunayo ukuthengisa akukho wrongo ukuzama wahluleke uphinde uzame futhi kuyode kulunge, ngoba usuke usufundile ukuba ubetheke phi kodwa ungavumi ukutyhafiswa yindlela abantu abathetha ngayo.

Advertise your business bakhona abantu abazoba nomndla kuyo bakuseke.

Kule post advertise your business uzifumanele abantu bohambo lwakho. Eyam nizoyifumana kwicomments.

Thank you, bye❤️

Singaphoswa bethuna, sisusa amaqhakuva namabala ngapha
01/10/2026

Singaphoswa bethuna, sisusa amaqhakuva namabala ngapha

28/09/2026

Ningalibali ukujoina ibusiness, ungahlali nje kungekho mali ingenayo mntase. Zama okuzamekayo

Available
28/09/2026

Available

Hello bantu abahle, usekhona uPlutos ngapha. Ungathenga or ujoine.Sinayo i-Acid Flush, Mokhaba shake and juice, Inyongo ...
22/09/2026

Hello bantu abahle, usekhona uPlutos ngapha.
Ungathenga or ujoine.
Sinayo i-Acid Flush, Mokhaba shake and juice, Inyongo flush, Alcer tonic nepilisi zamathambo

Uma ekhona ofuna ukujoina ibusiness kaPlutos, ndicela ukumncedisaR100 joining feeR540 starter kit, uyazikhethela zininzi...
21/09/2026

Uma ekhona ofuna ukujoina ibusiness kaPlutos, ndicela ukumncedisa
R100 joining fee
R540 starter kit, uyazikhethela zininzi zahluka-hlukene.
100% -180% Profit

20/09/2026

Address

Port Street Johns
Port Saint John's
5121

Telephone

+27733934335

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Plutos Products by Nizzy Samson posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Plutos Products by Nizzy Samson:

Shortcuts

Share