Dumo Co-Op

Dumo Co-Op Dumo Co-Op provides advice ; renders quality products for all your pest control, animal and plant fe Always confirm prices before placing an order.

Please note that prices are subject to change without notice. Please note that all personal information collected by Dumo Coop is strictly for marketing purposes and will not be shared with any third parties.

Lusikisiki — sibuya ngoMvulo we-8 June 2026!Kodwa siza nenguquko ebalulekileyo:Ngenxa yokukhuseleka lwenu — asizuyamkela...
04/06/2026

Lusikisiki — sibuya ngoMvulo we-8 June 2026!
Kodwa siza nenguquko ebalulekileyo:
Ngenxa yokukhuseleka lwenu — asizuyamkela imali eza ngesandla.
Siya kwamkela:
💳 Ikhadi — Tap · Swipe · Insert (Visa, Mastercard, zonke)
📱 EFT — SnapScan · Instant EFT · Bank transfer
Lungisa ikhadi lakho ngaphambi kokuba uze.
IINKCUKACHA ZOMCIMBI:
📍 SASOL GARAGE ECALENI KWEKFC — XA UNGENA eLUSIKISIKI
⏰ SIVULILE NGO-10:00 EKUSENI

ICEBISO ELIBALULEKILEYO:ngaphambi kokutyala — faka i-OMNIA LAN kwi gadi okanye intsimi yakho. Inika izityalo amandla oku...
03/06/2026

ICEBISO ELIBALULEKILEYO:
ngaphambi kokutyala — faka i-OMNIA LAN kwi gadi okanye intsimi yakho. Inika izityalo amandla okukhula kumhlaba obandayo.
Uyafumaneka eMthatha nase Libode.

01/06/2026
❤️❤️❤️
13/05/2026

❤️❤️❤️

Address

29 Sprigg Street
Umtata
5099

Opening Hours

Monday 08:00 - 17:00
Tuesday 08:00 - 17:00
Wednesday 08:00 - 17:00
Thursday 08:00 - 17:00
Friday 08:00 - 17:00
Saturday 08:00 - 13:00

Telephone

+27475324624

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Dumo Co-Op posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Dumo Co-Op:

Share